<Lesiem> page <Lesiem> album page |
IndaloHayi ubuhle bendalo yakhoNgumangaliso wakho Wadala abantu wadala izilwanyana Kwaneentaka zakho Lintaba nezityalo, umoya Nemilambo, nolwandle Iisipho sobomi phakathi Kwendoda nomfazi, njengelanga nenyanga Hayi ubuhle bendalo yakho Ngumangaliso wakho Hayi ubuhle bendalo yakho Ngumangaliso wakho |